Judges 21:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza abantu beza endlwini katixo, bahlala kona kwada kwahlwa ebusweni bukatixo, bapakamisa ilizwi labo, balila ngokulila okukulu, bati:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baya abantu eBheteli, bahlala khona kwada kwahlwa phambi koThixo, baliphakamisa izwi labo, batsho ngesililo esikhulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Beza abantu endlwini yoTHIXO oyinyaniso baza bahlala apho kwada kwahlwa phambi koThixo oyinyaniso, baza baphakamisa amazwi abo baza balila ngokukrakra;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoku ke amaSirayeli suke ahlanganisana phambi koThixo eBhetele; ahlala apho kwada kwahlwa, ehlahlamba ebindekile,