Judges 21:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwakuya kuti, nxa oyise bazo, umhlaumbi abazalwana bazo, baya kuza ukumangala kuti, siya kwandula siti kubo: Sipate ngofefe ngabo; ngokuba singatabatelanga abanye ngabanye umfazi wabo ekulweni: ngokuba kungenini enibanikileyo, ukuba ngelixesha nibe netyala.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kothi, xa ooyise nabanakwazo baze kubambana nathi, sithi kubo, Sibabaleni ngazo; ngokuba singabathabathelanga elowo umkakhe ekulweni; ngokuba anibanikanga nina, okanye beniya kuba netyala.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa ooyise nabanakwazo beza kuthi beze kumangalela kuthi, sothi kubo, Senzeleni inceba ngenxa yethu; ngokuba anibanga namfazwe phakathi kwenu, ngokuba anibanikanga bona ixesha; ukuba netyala.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba ooyise okanye abanakwazo beze kuxambulisana nathi, sothi kubo: ‘Siyanibongoza, baveleni. Kaloku asibafumanelanga abafazi emfazweni. Kambe ke nina nimsulwa – kaloku bazithwele; abazinikwanga nini iintombi zenu.’ ”