Judges 21:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngalomihla bekungeko ukumkani kwa‐Sirayeli: abanye ngabanye bakwenza okufaneleyo emehlweni abo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngaloo mihla kwakungekho kumkani kwaSirayeli; elowo wenza ngokubona kwakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngaloo mihla kube kungekho kumkani kwaSirayeli; elowo wenza unothanda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku ngelo thuba kwakungekho kumkani kwaSirayeli; umntu ngamnye ke wayesenza unothanda.