Judges 21:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lwandula usapo luka‐Sirayeli lwanosizi pezu kwo‐Benjamine umzalwana walo, lwati: Kunqunyulwe namhla isizwe sinye kwa‐Sirayeli:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Babezohlwaya oonyana bakaSirayeli ngenxa kaBhenjamin umninawa wabo, besithi, Namhla sinqanyulwe esinye isizwe kwaSirayeli;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Badana oonyana bakaSirayeli ngenxa kaBhenjamin, abazalwana babo, besithi, Namhla kutshabalale esinye isizwe sakwaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoku ke amaSirayeli ayenxubile ngenxa yabazalwana bawo amaBhenjamin. Avakala esithi: “Namhlanje uSirayeli ulahlekelwe yenye yezindlu zakhe.