Judges 3:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Landula ilizwe lapumla iminyaka yamashumi mane. Wada wafa u‐Hotineli, unyana ka‐Kenazi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lazola ke ilizwe iminyaka emashumi mane. Wafa uOteniyeli unyana kaKenazi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lazola ilizwe iminyaka emashumi mane. Wafa uOteniyeli, unyana kaKenazi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwalandela amashumi amane eminyaka yoxolo ke apho, wada wafa uOteniyeli unyana kaKenazi.