Judges 3:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lwaza usapo luka‐Sirayeli lwamkonza u‐Heglone, ukumkani wama‐Mowabi, iminyaka yalishumi linesibozo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaSirayeli bamkhonza uEglon, ukumkani wakwaMowabhi, iminyaka elishumi elinesibhozo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaSirayeli bamkhonza uEglon, ukumkani wakwaMowabhi, iminyaka elishumi elinesibhozo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
AmaSirayeli ke aba phantsi koEglon ukumkani wamaMowabhi iminyaka elishumi elinesibhozo.