Judges 3:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute, xeshekweni abegqibile ukunikela ibaso, wapelekelela abantu abebelitwele ibaso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, akugqiba ukuwusondeza umnikelo, wabandulula abantu ababewuthwele umnikelo lowo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi akugqiba ukumnika isipho, wathi abo babethwele eso sipho mabahambe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi ke, akuba ewunikezele umrhumo lowo, uEhudi wawandulula loo madoda ayemphathisile, agoduka.