Judges 3:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kupela ukuze zizazi izizukulwana zosapo luka‐Sirayeli, lufundiswe imfazwe; ngokukodwa olo olube lungazazi ngapambili:)
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuze kodwa azazi izizukulwana zoonyana bakaSirayeli ngokuzifundisa imfazwe, zona ezo zanga phambili zazingazazi:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuphela nje ukuze izizukulwana zoonyana bakaSirayeli zazi, ukuze zifundiswe imfazwe, kwanabo babengazi nto ngayo ngaphambili;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Le nto ke wayenza kuba efuna ukuzifundisa ngemfazwe zonke izizukulwana zamaSirayeli ezivelayo, ngakumbi ke ezo zazingazange zibe semadabini ngaphambili.