Judges 3:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nasemva kwake wabeko u‐Shamgare, unyana ka‐Hanate, owabulala ama‐Filistiya, amakulu matandatu amadoda, ngentonga yenkabi: kwa njalo naye wasindisa o‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Emveni kwakhe yaba nguShamgare, unyana ka-Anati, owabulala kumaFilisti amadoda angamakhulu amathandathu ngoviko lweenkomo, wawasindisa naye amaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva kwakhe yaba nguSamgare, unyana ka-Anati, owabulala kumaFilisti amakhulu amathandathu ngendle yenkomo; wawasindisa amaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UEhudi walandelwa nguShamgare unyana ka-Anati. Naye ke wawakhulula amaSirayeli. Wabulala amaFilistiya angamakhulu amathandathu ngesixhobo sokuqhuba iinkomo esifana nomkhonto.