Judges 3:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
lwazizekela intombi zabo zibe ngabafazi, lwazendisa intombi zalo konyana babo, lwakonza otixo babo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bazizeka iintombi zawo zaba ngabafazi babo, bendisa iintombi zabo koonyana bawo, bakhonza oothixo bawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bazizeka iintombi zawo zaba ngabafazi bawo, neentombi zawo bazinika oonyana bawo, bakhonza oothixo bawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
AmaSirayeli endiselana nazo ezi ntlanga, anqula *nezithixo zazo.