Judges 3:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lwaye usapo luka‐Sirayeli lwenza okukohlakeleyo emehlweni kayehova, lwamlibala uyehova, utixo walo, lwabakonza o‐Bali no‐Ashera.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaSirayeli benza ububi emehlweni kaYehova, bamlibala uYehova uThixo wabo, bakhonza ooBhahali nooAshera.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaSirayeli benza ububi emehlweni kaYehova, bamlibala uYehova uThixo wabo, bakhonza ooBhahali namatyholo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
AmaSirayeli amlibala *uNdikhoyo uThixo wawo, akreqa kuye, anqula ooBhali nooAshera.