Judges 3:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lwati lwakukala usapo luka‐Sirayeli kuyehova, wandula uyehova wavusela usapo luka‐Sirayeli umsindisi, owalusindisayo, u‐Hotineli unyana ka‐Kenazi, umninawe ka‐Kalebi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bakhala oonyana bakaSirayeli kuYehova; wabavelisela uYehova oonyana bakaSirayeli umsindisi owabasindisayo, onguOteniyeli, unyana kaKenazi, umninawa kaKalebhi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Babiza oonyana bakaSirayeli kuYehova, wabavelisela umsindisi oonyana bakaSirayeli, wabahlangula, uOteniyeli, unyana kaKenazi, umzalwana kaKalebhi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku amaSirayeli adanduluka akhala kuNdikhoyo, waza ke yena wawathumela umkhululi. Lowo ke yayinguOteniyeli unyana kaKenazi umninawe omncinci kaKalebhi.