Judges 4:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Baraki wabiza o‐Zebulone no‐Nefatali beze e‐Kedeshe; wenyuka ke enamadoda angamawaka alishumi ezinyaweni zake; waye u‐Debora enyuka naye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UBharaki wawahlabela umkhosi amaZebhulon namaNafetali eKedeshe. Kwenyuka amadoda angamawaka alishumi, amlandela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uBharaki wawabiza amaZebhulon noNafetali, ukuba yiKedeshe; wenyuka eneshumi lamawaka amadoda ngasezinyaweni zakhe, noDebhora wenyuka naye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UBharaki wazibizela eKedeshe izizwe zakwaZebhulon nakwaNafetali. Wahamba neshumi lamawaka lamadoda, ekhatshwa nguDibhora.