Judges 4:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwaxelwa ku‐Sisera ukuba u‐Baraki, unyana ka‐Abinowami, unyukile intaba ye‐Tabore.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waxelelwa uSisera ukuba uBharaki, unyana ka-Abhinowam, unyuke weza entabeni yeTabhore.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waxelelwa uSisera ukuba uBharaki, unyana ka-Abhinowam, unyuke waya entabeni yeTabhore.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akuxelelwa uSisera ukuba uBharaki unyana ka-Abhinowam unyuke intaba iTabhore,