Judges 4:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati kanjalo kuye: Yima emnyango wentente; kwakuya kuti, nxa ezayo umntu, abuze kuwe, ati: Kuko apa umntu na? woti: Akuko mntu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi kuye, Yima emnyango ententeni; kothi, ukuba kuze umntu, wabuza wathi, Kukho umntu na apha? uthi, Hayi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ke kuye, Yima emnyango ententeni; uya kuthi: Hayi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
USisera wathi: “Yima emnyango. Xa kukho umntu obuzayo ukuba akungenanga ndoda na apha ententeni, yithi: ‘Hayi.’ ”