Judges 4:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo utixo wamtobisa ngalomini u‐Yabine, ukumkani wase‐Kanane, pambi kwosapo luka‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UThixo wamthoba loo mini uYabhin, ukumkani wamaKanan, phambi koonyana bakaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uThixo wamthoba ngaloo mini uYabhin, ukumkani wamaKanan, phambi koonyana bakaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaloo mini ke uThixo amaSirayeli wawoyisela uJabhin ukumkani wamaKanana.