Judges 4:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Baraki wati kuye: Ukuba uya kuhamba nam, ndose ndihamba; kodwa ukuba akuyi kuhamba nam, andiyi kuhamba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uBharaki kuye, Ukuba uthe wahamba nam, ndohamba; ukuba akuthanga ubambe nam, andiyi kuhamba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uBharaki kuye, Ukuba ùthanda ukuhamba nam, ndohamba; ukuba akuthanga uhambe nam, andiyi kuhamba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UBharaki ke waphendula wathi: “Kulungile, ukuba siza kuhamba kunye, kodwa ukuba akuyi wena, nam andiyi.”