Judges 5:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwandula kwehla abaseleyo pakati kwemiduna; abantu bakayehova behlela kum ngakuwo amagoṙa:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yihlani ke, maqongqolo aziingangamsha, ningabantu; Yehova, ndihlele phakathi kwamagorha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abaseleyo wabamisela ukuba balawule amanene ezintlangeni; uYehova undenze umlawuli wabanamandla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yaza ke yavel' imingqandand' emva kweengqwayi-ngqwayi, abakaNdikhoyo beza kum kunye namagorha.