Judges 5:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yinina ukuba ubuhleli pakati kwezibaya, ukuva ukulila kwemihlambi? Pakati kwemijelo yakwa‐Rubene bekuko izifuniselo zentliziyo ezikulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ubuhlaleleni na phakathi kwezibaya, Uphulaphula amakhwelo emihlambini? Emijelweni yakwaRubhen Yaba kukugocagoca okukhulu kwentliziyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kutheni na uhlala ezibayeni zezimvu ukuze uve ukukhala komhlambi? Zazigocagoca kakhulu iintliziyo zamaqela kaRubhen.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngani ukuba nisale ezigusheni? Ukuze niv' abelusi bentyontyel' imihlambi? Ewe, amaRubhen asuka athandabuza, ke wona asuka aba mathidala.