Judges 5:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Umlambo we‐Kishone wabakukulisa, umlambo omdala, umlambo we‐Kishone. Mpefumlo wam! unyatele amandla.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umlanjana waseKishon wabakhukulisa, Umlanjana wamanyange, umlanjana waseKishon. Nyathela ngamandla, mphefumlo wam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umlambo waseKishon wabakhukulisa, umlambo omdala waseKishon. Owu mphefumlo wam, wonakele amandla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke zona iimpuphuma zeKishon zabakhukulisa; ewe, iKishon umlambo wakudala. Phambili, yomelela, mphefumlo wam!