Judges 5:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Pakati kwenyawo zake watoba, wawa, walala pantsi; pakati kwenyawo zake watoba, wawa; apo watobayo, kwa kona wawa ebulewe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waguqa ezinyaweni zakhe, wawa, walala phantsi. Waguqa ezinyaweni zakhe, wawa; Apho waguqa khona, wawa ephelile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waqubuda ezinyaweni zakhe, wawa, walala ubuthongo; Waqubuda ezinyaweni zakhe, wawa; apho wagoba khona, wawa wafa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, wambetha wafinyela wafohleka; wamtsho wanaba tswii ezinyaweni zakhe, wawa waqotha-qotheka ezinyaweni zakhe, suka watoshalaza, yaphel' intw' ibithethwa!