Judges 5:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Makube njalo ukutshatyalaliswa kwazo zonke intshaba zako, Yehova! kodwa abo bamtandayo, mababe njengokupuma kwelanga emandleni alo. Laza ilizwe lapumla iminyaka yamashumi mane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Makube njalo ukubhubha kweentshaba zakho zonke, Yehova; Ke abamthandayo mababe njengokuphuma kwelanga linamandla. Lazola ke ilizwe iminyaka emashumi mane.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mazitshabalale zonke iintshaba zakho, Yehova, Ke abakuthandayo mababe njengelanga ekuphumeni kwalo ngamandla alo. Kwaye ihlabathi laphumla iminyaka engamashumi amane.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, siyavuma, Ndikhoyo, makube njal' ukufa kweentshaba zakho! Ke bona abakuthandayo mabaqaqambe njengelanga xa liphumayo! Emva koko ke kwalandela amashumi amane eminyaka yenzolo.