Judges 6:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KEKALOKU usapo luka‐Sirayeli lwenza okukohlakeleyo emehlweni kayehova; waza uyehova walunikela esandleni sama‐Midiyane iminyaka yasixe̔nxe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku oonyana bakaSirayeli benza ububi emehlweni kaYehova; wabanikela uYehova esandleni samaMidiyan iminyaka esixhenxe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaSirayeli benza ububi emehlweni kaYehova, uYehova wabanikela esandleni samaMidiyan iminyaka esixhenxe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakhona amaSirayeli aphinda akreqa *kuNdikhoyo, waza ke wawanikela ezandleni zamaMidiyan iminyaka esixhenxe.