Judges 6:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Sati isandla sama‐Midiyane sanamandla pezu kwo‐Sirayeli: bekungenxa yama‐Midiyane usapo luka‐Sirayeli lwazenzela amaṙoba asezintabeni, nemiqolomba, nenqaba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Isandla samaMidiyan saba namandla phezu kwamaSirayeli;oonyana bakaSirayeli bazilungisela imigongxo esezintabeni, nemiqolomba, neemboniselo ngenxa yamaMidiyan.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Izandla zamaMidiyan zaboyisa oonyana bakaSirayeli, yaye ngenxa yamaMidiyan la maSirayeli azenzela imingxuma ezintabeni, nemiqolomba neenqaba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
AmaMidiyan la ke ayewaphatha gadalala amaSirayeli. Ngoko ke amaSirayeli azenzela iindawo zokuzimela ezintabeni emiqolombeni nasemaweni ngenxa yokoyika amaMidiyan.