Judges 6:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Aza ati enye kwenye: Ngubanina owenze lento? Naxeshekweni abuza afuna nokufuna, kwatiwa: Ngu‐Gideyone, unyana ka‐Yohashe, owenze lento.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yathi enye kwenye, Ngubani na lo wenze le nto? Abuza, afuna. Bathi, NguGidiyon unyana kaYowashe, lo wenze le nto.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yathi enye kwenye, Ngubani na lo wenze le nto? Babuza, babuza, bathi, NguGidiyon unyana kaYowashe, wenjenjalo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Babuzana ke bathi: “Ngubani na owenze le nto?” Bawuphanda ke lo mcimbi, beva kusithiwa: “NguGidiyon unyana kaJowashe owenze le nto!”