Judges 6:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute, nxa bahlwayeleyo o‐Sirayeli, andula enyuka ama‐Midiyane, nama‐Amaleki, namadoda asempumalanga enyuka nawo ngakubo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, xa abehlwayele amaSirayeli, enyuka amaMidiyan, nama-Amaleki, nabasempumalanga;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa oonyana bakaSirayeli babehlwayela, amaMidiyan ama-Amaleki noonyana baseMpuma benyuka besiya kuwahlasela;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
AmaSirayeli ayesithi akulima, afike amaMidiyan nama-Amaleki neentlanga zasempumalanga awahlasele.