Judges 6:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako wabizwa ngalomini ngo‐Yerubebali, kusitwa: u‐Bali makapike naye, ngenxa yokuba ewisile isibingelo sake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathiwa loo mini unguYerubhahali, kusithiwa, uBhahali makaphikisane naye, ngokuba esidilizile isibingelelo sakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wambiza ke uYerubhahali ngaloo mini, wathi, uBhahali makammangalele, ngokuba esonakalisa isibingelelo sakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukusukela ngoko ke uGidiyon kwathiwa nguJerubhali, kuba uJowashe ethe: “UBhali makahlanganise, kuba liqonga lakhe elidiliziweyo.”