Judges 6:33 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku onke ama‐Midiyane, nama‐Amaleki, namadoda asempumalanga, abebutelwe ndawonye, awela, aya ati waca emhlanjeni we‐Yezerele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ahlangana ndawonye onke amaMidiyan, nama-Amaleki, nabasempumalanga; awela, amisa emathafeni aseYizereli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ahlanganisana onke amaMidiyan nama-Amaleki nabasempumalanga, awela, amisa entilini yaseYizereli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ahlanganisana ke amaMidiyan nama-Amaleki nezizwe zasempumalanga, baza bawela iJordan, baya kumisa kwintili yaseYizereli.