Judges 6:36 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Gideyone wati kutixo: Ukuba uya kusindisa o‐Sirayeli ngesandla sam, njengokuba utshilo,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uGidiyon kuThixo, Ukuba uyawasindisa amaSirayeli ngesandla sam, njengoko uthethileyo,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uGidiyon kuThixo, Ukuba uthe wawahlangula amaSirayeli ngesandla sam, njengoko uthethileyo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UGidiyon wathi ke kuThixo: “Ukuba ngenene uza kuhlangula amaSirayeli ngesandla sam naku ke endiza kukwenza: