Judges 6:38 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kunjalo ke: ngokuba wavuka kusasa ngomnye umhla, wakamanga uboya, wafoca umbete eboyeni, indebe izele ngamanzi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwaba njalo ke. Wavuka kusasa ngengomso, wabukhamanga uboya, wawukhama umbethe eboyeni, kwazala indebe ngamanzi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akubanga njalo; ngokuba wavuka kusasa ngesifingo, wabutha uboya, wagalela ukufuma eboyeni, loo mngxuma uzele ngamanzi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwaba njalo ke. Ngengomso wathi akubukhama obo boya kwaphuma ingqayi yonke yamanzi.