Judges 6:7 — Compare Translations
3 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute, xeshekweni usapo luka‐Sirayeli lwakala kuyehova ngenxa yama‐Midiyane,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, bakukhala oonyana bakaSirayeli kuYehova ngenxa yamaMidiyan,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bakhala oonyana bakaSirayeli kuYehova ngenxa yamaMidiyan.