Judges 7:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba uyoyika ukuhla, yihla wena, no‐Fura isicaka sako, uye emnqubeni:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba uyoyika ukuhla, yihla nomfana wakwakho uFura,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba uyoyika ukuhla, yihla uye emkhosini noFura umkhonzi wakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke, ukuba uyoyika, khawuthathe isicaka sakho uPura, niye kuwakrobela.