Judges 7:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwabizelwa ndawonye amadoda akwa‐Sirayeli, awakwa‐Nefatali, nawakwa‐Ashere, nawo onke awakwa‐Manase, asukela ama‐Midiyane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wahlatyelwa umkhosi, weza umntu wakwaSirayeli ephuma kwaNafetali, nakwa-Ashere, nakuManase wonke, wawasukela amaMidiyan.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ahlanganisana amadoda akwaSirayeli kwaNafetali, nakwa-Ashere, nakuManase wonke, awasukela amaMidiyan.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwesi sithuba ke nazo izizwe zakwaNafetali, kwa-Ashere, nakwaManase macal' onke, zahlatyelwa umkhosi, zeza nazo zawasukelisa amaMidiyan.