Judges 7:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute pakati kwobusuku obo, wati uyehova kuye: Suka, yihla uye kuwo umkosi; ngokuba ndiwunikele esandleni sako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi ngobo busuku, uYehova wathi kuye, Vuka, uhle uye empini; ngokuba ndiyinikele esandleni sakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngobo busuku uYehova wathi kuye: “Sukuma, uhle uye emkhosini; ngokuba ndiyinikele ezandleni zenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngobo busuku ke uNdikhoyo wathetha noGidiyon wathi: “Yihla uye ekampini yamaMidiyan; ndiwanikela esandleni sakho.