Judges 8:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Asuka amadoda akwa‐Frayime ati kuye: Yinto nina le uyenzileyo kuti, ungasibizanga nje oko wabusiya ukulwa nama‐Midiyane? Aza apika naye ngamandla.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Athi amadoda akwaEfrayim kuye, Yintoni na le nto uyenzileyo kuthi, yokuba ungasibizi, ukuya kulwa kwakho namaMidiyan?Babambana naye kabukhali.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Athi amadoda akwaEfrayim kuye, Usikhonze, asikubizanga na oko wakuwaxabela amaMidiyan? Kwaye balwa naye kakhulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku amaEfrayim athi kuGidiyon: “Bekutheni ukuze ungasibizi thina ukuphuma kwakho usiya kulwa namaMidiyan? Ngani ukuba usiphathe kanje?” Amxoxisa ngamandla.