Judges 8:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wabamba indodana yakubo abantu base‐Sukote, wayibuza: eyambalisela inkosi zase‐Sukote, nabadala bayo, amadoda angamashumi asixe̔nxe anesixe̔nxe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wabamba indodana yabantu baseSukoti, wayibuza; yambalela abathetheli baseSukoti, namadoda amakhulu akhona, amadoda amashumi asixhenxe anesixhenxe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabamba umfana wamadoda aseSukoti, wacebisana naye; Wamcacisela abathetheli baseSukoti, namadoda amakhulu akhe, amadoda amashumi asixhenxe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
waza wabamba umfana waseSukoti, wamncina ngemibuzo. Lo mfana wabhalela uGidiyon amagama amadoda amakhulu angamashumi asixhenxe anesixhenxe aseSukoti.