Judges 8:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza watabata abadala besixeko, nameva asentlango, namazinyo esincete, wabazisa ngawo abantu base‐Sukote.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wawathabatha amadoda amakhulu aloo mzi, nemithana enameva yasentlango namakhakakhaka, wawaqondisa ngayo amadoda aseSukoti.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wawathabatha amadoda amakhulu aloo mzi, nemithana enameva, nenkunzane entlango, wawafundisa amadoda aseSukoti kunye nawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke wathatha ameva nenkunzane, wawaphala ngayo, ewafundisa isifundo amadoda amakhulu aseSukoti.