Judges 8:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nenqaba yase‐Penuweli wayicita, nabantu besixeko wababulala.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wayidiliza nenqaba ende yasePenuweli, wababulala abantu baloo mzi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wayidiliza inqaba ende yasePenuweli, wababulala abantu baloo mzi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wayidiliza nenqaba yasePenuweli, wawabulala amadoda akhona.