Judges 8:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Yerubebali, unyana ka‐Yohashe, waya wahlala endlwini yake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waya uYerubhahali, unyana kaYowashe, wahlala endlwini yakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYerubhahali, unyana kaYowashe, waya wahlala endlwini yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku uJerubhali, uGidiyon unyana kaJowashe, wagoduka waya kuhlala ekhaya.