Judges 8:31 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Neshweshwe lake elise‐Shekeme, kwa lona lamzalela unyana; negama lake walibiza ngo‐Abimeleki.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Neshweshwe lakhe, elibe likwaShekem, lamzalela unyana nalo;awamthiya igama lokuba nguAbhimeleki.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Neshweshwe lakhe, elibe likwaShekem, lamzalela unyana nalo, elathi igama lakhe nguAbhimeleki.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Futhi ke wayenenkazana eShekem; yona ke yazala unyana, waza wamthiya igama elinguAbhimeleki.