Judges 8:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati kubo abantu base‐Sukote: Nikani ke amasimba esonka kubo abantu abandilandelayo, ngokuba bediniwe; kanjalo ndiyaputuma u‐Zeba no‐Tsalemuna, okumkani bama‐Midiyane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wathi kumadoda aseSukoti, Khanibaphe abantu aba bandilandelayo iintendana zezonka, ngokuba batyhafile;ndisukela uZebha noTsalimuna, ookumkani bamaMidiyan.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kumadoda aseSukoti, Banikeni isonka aba bandilandelayo; kuba badiniwe, yaye ndisukela uShebha noTsalimuna, ookumkani bakwaMidiyan.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bakufika eSukoti uGidiyon wathi kubantu bakhona: “Umkhosi wam udiniwe; khaniwuphe isonka, kuba ndisukela ookumkani bamaMidiyan uZebha noZalmuna.”