Judges 8:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa inkosi zase‐Sukote zati: Isandla sika‐Zeba nesika‐Tsalemuna sezisesandleni sako na, ukuba sinike impi yako isonka?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathi abathetheli baseSukoti, Isandla sikaZebha noTsalimuna sesisesandleni sakho yini na, ukuba siwunike umkhosi wakho isonka?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathi abathetheli baseSukoti, Sesithabathe isandla sikaShebha neTsalimuna sesandleni sakho, ukuze sinike abathetheli bakho isonka?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Amadoda amakhulu aseSukoti ala, athi: “Yini le? Ngaba sewuboyisile ooZebha noZalmuna, khon' ukuze umkhosi wakho siwunike isonka?”