Judges 8:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wateta nakubo abantu base‐Penuweli, esiti: Nxa ndibuya ngoxolo, ndiya kucita lenqaba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Watsho nakubantu basePenuweli, ukuthi, Ekubuyeni kwam ngoxolo ndoyidiliza le nqaba inde.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphinda wathetha kumadoda asePenuweli, wathi, Ekubuyeni kwam ngoxolo, ndoyidiliza le nqaba ende.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi ke kubo: “Akukho nto. Ndiza kubuya xa ndiloyisile utshaba, ndaye ke ndakuba ndibuyile ndiya kuyidiliza le nqaba yenu.”