Judges 9:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Abimeleki, unyana ka‐Yerubebali, waya e‐Shekeme, kubazalwana bonina, wateta kubo, nakuso sonke isizalwane sendlu yoyise kanina, esiti:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waya uAbhimeleki kaYerubhahali kwaShekem kubazalwana bonina, wathetha kubo nakwimizalwane yonke yendlu kayise yonina, wathi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waya uAbhimeleki, unyana kaYerubhahali, kuShekem, kubazalwana bonina, wathetha kubo nomzalwane wonke wendlu kayise, wathi,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Unyana kaJerubhali uAbhimeleki waya eShekem kooninalume, wafika wathetha nabo nemizalwana yonke yendlu kayise nonina, wathi: