Judges 9:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yandula imiti yati kuwo umkiwane: Yiza wena, ube ngukumkani pezu kwetu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yathi imithi kumkhiwane, Yiza wena, ube ngukumkani wethu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yathi imithi kumkhiwane, Yiza, usilawule.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yaza ke imithi yathetha nomkhiwane, yathi kuwo: ‘Yiza ube ngukumkani wethu.’