Judges 9:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa umkiwane wati kuyo: Ngendiyeka ubumnandi bam na, nesiqa̔mo sam esilungileyo, ukuba ndiye ukujingajinga pezu kwemiti?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi umkhiwane kuyo, Ndingade ndiyincame na incasa yam, neziveliso zam ezihle, ndiye kujingajinga phezu kwemithi?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi umkhiwane kuyo, Ndingade ndiyincame na incasa yam nencasa yam, ndiye kuyivelele imithi?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke wona waphendula wathi: ‘Ngaba nifuna ndiyeke ukuvelisa ezi ziqhamo zimnandi kunene, khon' ukuze ndiyongamele eminye imithi?’