Judges 9:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yaza imiti yati kuwo umti weveyine: Yiza wena, ube ngukumkani pezu kwetu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yathi imithi kumdiliya, Yiza wena, ube ngukumkani wethu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yathi imithi kumdiliya, Yiza, usilawule.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yaza ke ngoku imithi yathi kumdiliya: ‘Yiba ngukumkani wethu.’