Judges 9:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa umti weveyine wati kuyo: Ngendiyeka iveyine yam na, evuyisa utixo nabantu, ukuba ndiye ukujingajinga pezu kwemiti?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi umdiliya kuyo, Ndingade ndiyincame na iwayini yam evuyisa oothixo nabantu, ndiye kujingajinga phezu kwemithi?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi umdiliya kuyo, Ndingade ndiyincame na iwayini yam ekholekileyo kuThixo nakubantu, ndiye kuyinyamekela imithi?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wona ke wathi: ‘Ngaba nifuna ndiyeke ukuvelisa iwayini le yonwabisa uThixo nabantu, khon' ukuze ndiyongamele eminye imithi?’