Judges 9:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wasuka u‐Yotame wabaleka, wesaba, waya e‐Bere, wahlala kona ngenxa ka‐Abimeleki umzalwana wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabaleka ke uYotam, wasaba, waya eBhere, wahlala khona ngenxa ka-Abhimeleki umzalwana wakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wasaba ke uYotam, wasaba, wafika eBhere, wahlala khona ngenxa ka-Abhimeleki umninawa wakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi ke, kuba emoyika umntakwabo uAbhimeleki, wasuka wabaleka uYotam, waya kuhlala eBhere.