Judges 9:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baye abemi base‐Shekeme bambekela abalaleli pezu kwengcocoyi zentaba, abapanga bonke ababedlula kubo endleleni: kwaza kwaxelwa ku‐Abimeleki.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abemi bakwaShekem bammisela abalaleli ezincotsheni zeentaba, baxhakamfula bonke abadlula kubo ngendlela. Waxelelwa ke uAbhimeleki.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abemi bakwaShekem ezintabeni bamenza amaxoki baza baphanga wonke umntu odlula ngendlela, yaye oku kwaxelwa kuAbhimeleki.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abemi baseShekem bafuna abantu, bababeka ezintabeni, ukuze balalele uAbhimeleki; suka bona baphanga wonke umntu ogqithayo. Ke uAbhimeleki wayixelelwa yonke le nto.